Luke 12:56 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zihanahanisindini! ukubonakala kwomhlaba nokwezulu niyazi ukukunakana; kodwa ixesha eli kunganina ukuba ningalinakani?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bahanahanisindini, niyakwazi ukuyicalula imbonakalo yomhlaba neyezulu; kungani na ke ukuba ningalicaluli lona eli xesha?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bahanahanisindini, niyakwazi ukubucalula ubuso bezulu nomhlaba; Yini na ke ukuba ningalicaluli nje eli xesha?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mamenemenendini, niyakwazi ukuyiqonda imo yezulu. Kungani na ke ukuba ningayicaluli yona le mihla?”