Luke 12:57 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe kanjalo yinina ukuba ningagwebi ngokwenu oko kulungileyo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yini na ke ukuba nina ngokwenu ningakwahluli okububulungisa?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yini na ke ukuba nina ngokwenu ningakwahluli okububulungisa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kungani na ukuba nina ngokwenu ningenzi sigqibo ngoko kulungileyo?