Luke 12:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nditi kuni kanjako: Osukuba endivuma mna pambi kwabantu, naye unyana wesintu uya kumvuma yena pambi kwengelosi zikatixo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndithi ke kuni, Wonke umntu othe wandivuma phambi kwabantu, kwanoNyana woMntu uya kumvuma phambi kwezithunywa zikaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndithi ke kuni, Wonke umntu othe wandivuma phambi kwabantu, kwanoNyana woMntu uya kumvuma phambi kwezithunywa zikaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke ndithi kuni, wonke umntu othe wandivuma phambi kwabantu, wothi kwanaye *uNyana woLuntu amvume phambi kwezithunywa zikaThixo.