Luke 13:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwaye kuko, bona ke, umfazi obenomoya wobulwelwe iminiyaka yalishumi linesibozo, owabegobile, wakohlwa kanye ukuzipakamisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwabonakala kukho ntokazi ibinomoya Wobulwelwe iminyaka elishumi elinesibhozo; yaye igobile, ingenako kanye ukuziphakamisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwabonakala kukho ntokazi ibinomoya Wobulwelwe iminyaka elishumi elinesibhozo; yaye igobile, ingenako kanye ukuziphakamisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apho kwakukho umfazi owayenendimoni eyamgulisa iminyaka elishumi elinesibhozo. Wayegobile, engenako mpela ukuma nkqo.