Luke 13:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lo kanti, eyintombi ka‐Abrahame nje, obebanjiwe ngu‐Satane, bona ke, iminyaka ilishumi linesibozo, bekungafanele na ukuba akululwe kulombambo ngomhla wesabata?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lo ke, eyintombi ka-Abraham nje, ayibophileyo uSathana, khangela, le minyaka ilishumi elinesibhozo, ubengamele ukukhululwa na kulo mabophe ngomhla wesabatha?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lo ke, eyintombi ka-Abraham nje, ayibophileyo uSathana, khangela, le minyaka ilishumi elinesibhozo, ubengamele ukukhululwa na kulo mabophe ngomhla wesabatha?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo ke, eyintombi ka-Abraham nje, owayebotshiwe le minyaka ilishumi elinesibhozo nguSathana, ubengamelwe kukukhululwa na kulo mabophe ngoMhla woPhumlo?”