Luke 13:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku akutsho, bebedaniswa bonke abalane bake; saye sonke isihlwele sivuya pezu kwazo zonke izinto ezibungcwalisa ezibe zisenzwa nguye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akubon ukuba uyazithetha ezo ndawo, badaniswa bonke abachasene naye; zathi zonke izihlwele zavuya ngazo zonke izinto ezizukileyo ezenziwa nguye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akuba ezithethile ezi zinto, badaniswa bonke abachasene naye; zathi zonke izihlwele zavuya ngazo zonke izinto ezizukileyo ezenziwa nguye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba etshilo, basuka badana bonke ababechasene naye. Ke sona isihlwele sasivuya ngenxa yazo zonke izinto ezintle awayezenza.
Recommended Reading