Luke 13:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti Ubukumkani bukatixo bufana nanto nina? kanjalo ndobufanisa nanto nina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayesithi ke, Bufana nantoni na ubukumkani bukaThixo?Ndiya kubufanisa nantoni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayesithi ke, Bufana nantoni na ubukumkani bukaThixo? ndiya kulifanisa nantoni na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uYesu wathi: “Lufana nantoni na ulawulo lukaThixo? Ndingaluzekelisa ngamzekeliso mni na?