Luke 13:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapendula u‐Yesu wati kubo: Niba lama‐Galili ebengaboni ngapezu kwawo onke ama‐Galili na, ngokuba evile izinto ezinjalo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uYesu wathi kubo, Niba na loo maGalili ebengaboni ngaphezu kwawo onke amaGalili, ngokuba eve ubunzima obunjalo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYesu wathi kubo, Niba na loo maGalili ebengaboni ngaphezu kwawo onke amaGalili, ngokuba eve ubunzima obunjalo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula uYesu wathi kubo: “Niba loo maGalili ebengabôni ngaphezulu kwawo onke amanye amaGalili, kuba evé ubunzima obunjalo?