Luke 13:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kanjako: Ndobufanisa nanto nina ubukumkani bukatixo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya wathi, Ndiya kubufanisa nantoni na ubukumkani bukaThixo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya wathi, Ndiya kubufanisa nantoni na ubukumkani bukaThixo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu waphinda wathi: “Ndingaluzekelisa ngamzekeliso mni na ulawulo lukaThixo?