Luke 13:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo bona ke, bako abokugqibela abaya kuba ngabokuqala; bako nabokuqala abaya kuba ngabokugqibela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabonani, bakho abokugqibela abaya kuba ngabokuqala; bakho nabokuqala abaya kuba ngabokugqibela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabonani, bakho abokugqibela abaya kuba ngabokuqala; bakho nabokuqala abaya kuba ngabokugqibela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niyabona ke, bakho abokugqibela abaya kuba ngabokuqala, bekho nabokuqala abaya kuba ngabokugqibela.”