Luke 13:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ndifanele ukuti namhla, nangomso, nangomso mnye, ndihambe; ngokuba kungebe njalo ukuba umprofite abubele ngapandle kwe‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa ndimelwe kukuthi ndihambe namhla nangomso nangolandelayo; ngokuba akangekhe umprofeti atshabalalele ngaphandle kweYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ndimelwe kukuthi ndihambe namhlanje nangomso nangolandelayo, ngokuba akangekhe umprofeti atshabalale ngaphandle kweYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ndimelwe kukuthi ndihambe namhlanje nangomso nangomsomnye, kuba umshumayeli akangekhe abulawe kwenye indawo ngaphandle kwaseJerusalem.