Luke 13:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nabo balishumi linesibozo, abebewelwe yinqaba e‐Siloha babulawa yiyo, niba aba bebezizoni ngapezu kwabo bonke abantu ababemi e‐Yerusaleme na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hi, bona abo balishumi elinesibhozo, bawelwa yinqaba eseSilowa, yababulala; niba na babenetyala ngaphezu kwabo bonke abantu abemiyo eYerusalem?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hi, bona abo balishumi elinesibhozo, bawelwa yinqaba eseSilowa, yababulala; niba na babenetyala ngaphezu kwabo bonke abantu abemiyo eYerusalem?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khanitsho ke, bona abo balishumi elinesibhozo abawelwa yinqaba eSilowa bafa, niba babenetyala ngaphezu kwabo bonke abantu baseJerusalem?