Luke 14:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba osukuba ezipakamisa, uya kutotywa; nalowo uzitobayo, uya kupakanyiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba wonke umntu oziphakamisayo, uya kuthotywa;nozithobayo uya kuphakanyiswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba wonke umntu oziphakamisayo, uya kuthotywa; nozithobayo uya kuphakanyiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kaloku wonke umntu oziphakamisayo uya kuthotywa, nozithobayo uya kuphakanyiswa.”