Luke 14:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko yena wati kuye: Umntu otile wenza isidlo sokuhlwa esikulu, wamema abaninzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke yena kuye, Umntu othile wenza isidlo esikhulu, wamema abaninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke yena kuye, Umntu othile wenza isidlo esikhulu, wamema abaninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke yena wathi kuye: “Umntu othile wênza isidlo esikhulu, wamema abantu abaninzi.