Luke 14:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza watuma isicaka sake ngexeshana lesidlo sokuhlwa ukuya kuti kwabamenyiweyo: Yizani; ngokuba kuse kulungisiwe konke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wasusa umkhonzi wakhe ngelixa lesidlo, ukuba aye kuthi kwabamenyiweyo, Yizani; ngokuba konke sekulungisiwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasusa umkhonzi wakhe ngelixa lesidlo, ukuba aye kuthi kwabamenyiweyo, Yizani; ngokuba zonke izinto sezilungile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngexesha lesidlo uthume isicaka sakhe ukuba siye kuxelela abamenyiweyo ukuba beze, kuba konke kwakusekulungisiwe.