Luke 14:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Saza sati isicaka: Nkosi! kwenziwe njengoko uyalele ngako; kanti kuseko indawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi umkhonzi, Nkosi, kwenzeke njengoko ubuyalele, ukanti kusekho indawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi umkhonzi, Nkosi, kwenzeke njengoko ubuyalele, ukanti kusekho indawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Saza isicaka sathi: ‘Nkosi, kwenzeké njengoko uyalele, kanti indawo isekho.’