Luke 14:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
besiti: Lomntu waqala ukwaka, wakohlwa kukufeza ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
besithi, Lo mntu waqala ukwakha, wakhohlwa ukugqiba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
besithi, Lo mntu waqala ukwakha, wakhohlwa ukugqiba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
besithi: ‘Lo mntu waqala ukwakha, wakhohlwa kukugqiba.’