Luke 14:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ityuwa yinto elungileyo: kodwa xeshekweni ityuwa ingabi nasongo, iya kuvakaliswa nganina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilungile ityuwa; ke ukuba ityuwa ithe ayaba nasongo, yothiwani na ukuvakaliswa?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ityiwa ilungile, kodwa ukuba ithe ayaba nasongo, yothiwani na ukuvakaliswa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ityiwa ilungile, kodwa ukuba ithe ayaba nasongo noyithini na ukuyibuyisela isongo?