Luke 14:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wapendula kubo, wati: Kuya kweyela emnxu̔nyeni iqwaṙashe umhlaumbi inkabi yawupina wakuni, ongayi kuti ahle ayinyuse ngomhla wesabata?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabaphendula wathi, Lelikabani na kuni apha iesile, nokuba yinkomo, eya kweyela equleni, aze angayirholi kwaoko ngomhla wesabatha?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabaphendula esithi, Ngubani na kuni othi, eneesile, nokuba yinkomo, yeyele emhadini, aze angayirholi kwaoko ngomhla wesabatha?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wathi kubo: “Ngaba ngubani na kuni ongayi kuthi, yakweyela equleni inkwenkwe yakhe okanye inkomo yakhe, angayikhuphi kwangoko, nokuba kungoMhla wokuPhumla?”