Luke 15:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ke unyana kuye: Bawo! ndonile ngakulo izulu, nasebusweni bako; andisafanele ukubizwa ngokuba ngunyana wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke unyana kuye, Bawo, ndonile kuwo amazulu, nasemehlweni akho; andisafanele kubizwa ngonyana wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke unyana kuye, Bawo, ndonile kuwo amazulu, nasemehlweni akho; andisafanele kubizwa ngokuba ndingunyana wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke unyana wathi kuye: ‘Bawo, ndimonile uThixo, nawe ndikonile. Andisafanelanga nokuba kuthiwe ndingunyana wakho.’