Luke 15:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waqumba ke, ebengavumi nokungena. Wati ngoko uyise wapuma wambongoza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waqumba ke, akavuma nokungena. Uphumile ke uyise wambongoza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waqumba akavuma ukungena. Waphuma uyise, wambongoza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaqumba inkulu, ayavuma nokungena oku, waza uyise waphuma wacengana nayo.