Luke 15:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwabekufanele ukuba kuvuywe kugcotywe: ngokuba umninawe wako lo ebefile, kanti ubuye wapila; ebelahlekile nje, kanti ufunyenwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Besimelwe kukuthi senze imihlali ke, sivuye; ngokuba umninawa wakho lo ubefile, wabuya waphila; ubelahlekile, wafunyanwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kufanelekile ukuba senze imihlali, sivuye; ngokuba umninawa wakho lo ubefile, wabuya waphila; ubelahlekile, wafunyanwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kufanelekile ukuba sichwayite sigcobe, kuba umninawa wakho lo ebefile wabuya waphila, ebelahlekile wafunyanwa.’ ”