Luke 16:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WAYESITI kanjalo kubadisipile bake: Bekuko isityebi esitile, esibe sinegosa; kwaye kumangalwa kuso ngalo eli ukuba liyaci̔takalisa impahla yaso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, wayesithi nakubafundi bakhe, Kwaye kukho umntu othile osisityebi, obenegosa; laza lona lancethezwa kuye, ukuba lingoyichithayo impahla yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, wayesithi nakubafundi bakhe, Kwaye kukho umntu othile osisityebi, obenegosa; laza lona lamangalelwa kuye, lokuba uyichithe impahla yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uYesu wathi kubafundi bakhe: “Kwakukho sityebi sithile esasinegosa, elathi lona lamangalelwa kuso ngokuyichitha impahla yaso.