Luke 16:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokuba nibe ninganyanisekile kokwomnye, ngubanina oya kuninika okukokwenu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nokuba anibanga nakuthembeka koko komnye, ngubani na oya kuninika okukokwenu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba anibanga nakuthembeka koko komnye, ngubani na oya kuninika okukokwenu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba anibanga nakuthembeka kokukokomnye, ngubani na onokuninika okukokwenu?