Luke 16:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Saza salibiza sati kulo: Yinina lento ndiyiva ngawe? yenza ingxelo yobugosa bako; ngokuba ungebe selilo igosa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Elibizile ke, wathi kulo, Yintoni na le ndiyivayo ngawe?Khawenze ingxelo yobugosa bakho; kuba akusayi kuba saba ligosa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Elibizile ke, wathi kulo, Yintoni na le ndiyivayo ngawe? Khawenze ingxelo yobugosa bakho; kuba akusayi kuba saba ligosa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Silibizile ke, sathi kulo: ‘Yintoni le ndiyivayo ngawe? Khawenze ingxelo yobugosa bakho, kuba akusayi kuba saba ligosa.’