Luke 16:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwada kwati ke kwafa ihlwempu, lasiwa zingelosi esifubeni sika‐Abrahame. Safa ke nesityebi, sancw̔atywa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku lathi lafa ihlwempu elo, lasiwa zizithunywa zezulu esifubeni sika-Abraham; safa ke nesityebi, sangcwatywa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lafa ke ihlwempu elo, lasiwa zizithunywa zezulu esifubeni sika-Abraham; safa ke nesityebi, sangcwatywa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke kaloku lafa ihlwempu elo, lasiwa kuAbraham zizithunywa zezulu. Safa ke nesityebi, sangcwatywa.