Luke 16:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
sabiza ke sati: Bawo Abrahame! yiba netaṙu kum, utume u‐Lazarusi, ukuze afake incam yomnwe wake emanzini, apolise ulwimi lwam; ngokuba ndibulawa kwelilangatye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Samemeza sona sathi, Bawo, Abraham, ndenzele inceba, uthume uLazaro, ukuba athi nkxu incam yomnwe wakhe emanzini, aphozise ulwimi lwam; ngokuba ndiyathuthunjelwa kweli langatye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Samemeza sona sathi, Bawo, Abraham, ndenzele inceba, uthume uLazaro, ukuba athi nkxu incam yomnwe wakhe emanzini, aphozise ulwimi lwam; ngokuba ndiyathuthunjelwa kweli langatye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Samemeza ke, sathi: ‘Bawo, Abraham, ndénzele inceba, uthume uLazaro ukuba athi nkxu incam yomnwe wakhe emanzini, aphozise ulwimi lwam, kuba ndiyathuthunjelwa kweli langatye!’