Luke 16:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wati u‐Abrahame: Nyana! kumbula ukuba wena wamkela izinto zako ezilungileyo ekudleni kwako ubomi, no‐Lazarusi kwa njalo izinto zobubi: kodwa kaloku nje yena uyonwatyiswa, nawe uyabulawa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke uAbraham, Mntwana wam, khumbula ukuba wena wazifincelela ebomini bakho izinto zakho ezilungileyo, noLazaro ngokukwanjalo izinto ezimbi; ngoku ke yena uyathuthuzelwa, wena ke uyathuthunjelwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke uAbraham, Mntwana wam, khumbula ukuba wena wazifincelela ebomini bakho izinto zakho ezilungileyo, noLazaro ngokukwanjalo izinto ezimbi; ngoku ke yena uyathuthuzelwa, wena ke uyathuthunjelwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kodwa uAbraham wathi: ‘Nyana, khumbula ukuba wena ebomini bakho wawufumana izinto ezimnandi, uLazaro yena efumana ezimbi; ngoku yena uyathuthuzelwa apha, kanti wena uyathuthunjelwa.