Luke 16:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Saza sati: Ndiyakutandaza ngoko, bawo! ukuba umtume endlwini kabawo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sathi, Ndiyakucela ngoko, bawo, ukuba umthume endlwini kabawo; kuba ndinabazalwana abahlanu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sathi, Ndiyakucela ngoko, bawo, ukuba umthume endlwini kabawo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sathi ke isityebi: ‘Ndiyakubongoza ke ngoko, bawo, ukuba umthume emzini kabawo,