Luke 16:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ndinabazalwana abahlanu; ukuze anqi̔ne kubo, ukuba bangezi nabo kulendawo yobuhlungu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba abaqononondise, ukuze bangathi nabo beze kule ndawo yentuthumbo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndinabazalwana abahlanu; ukuze abaqononondise, ukuze bangathi nabo beze kule ndawo yentuthumbo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba ndinabantakwethu abahlanu. Makabaqononondise ukuze bangàthi nabo beze kule ndawo yentuthumbo.’