Luke 16:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sati ke sona: Hai, bawo Abrahame! koko xeshekweni ovela kwabafileyo aya kubo, baya kuguquka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sithe ke sona, Hayi, bawo Abraham; ukuba kuthe kwaya kubo ovela kwabafileyo, boguquka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sithe ke sona, Hayi, bawo Abraham; ukuba kuthe kwaya kubo ovela kwabafileyo, boguquka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sathi ke sona: ‘Hayi, bawo Abraham; ukuba kuthe kwaya kubo ovela kwabafileyo, boguquka.’