Luke 16:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wati kuso: Ukuba abeva u‐Mosesi nabaprofite, abayi kukolwa naxeshekweni umntu avuka kwabafileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke kuso, Ukuba uMoses nabaprofeti ababeva, abayi koyiseka, nokuba kuthe kwavuka bani kwabafileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke kuso, Ukuba uMoses nabaprofeti ababeva, abayi koyiseka, nokuba kuthe kwavuka bani kwabafileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuso: ‘Ukuba bathe ababeva ooMosis nabashumayeli, abayi koyiseka nokuba kuthe kwavuka bani kwabafileyo.’ ”