Luke 16:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza inkosi yalo yabonga igosa elingalungileyo, ngokuba libe lenzile ngokulumka: ngokuba usapo lwelilizwe likoyo lugqitisile usapo lwokukanya ngokulumka kokwesalo isizukulwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yaza inkosi leyo yalincoma igosa elingalungisiyo, ngokuba lenza ngokuqonda; ngokuba bona abeli phakade kwesabo isizukulwana banokuqonda, ngaphezu kwabo abokukhanya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaza inkosi leyo yalincoma igosa elingalungisiyo, ngokuba lenza ngokuqonda; ngokuba bona abeli phakade kwesabo isizukulwana banokuqonda, ngaphezu kwabo abokukhanya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Yaza inkosi yalo yalincoma ngokundweba kwalo eli gosa linamaqhinga; kuba kwezobulumko obusingisele koogxa babo, abeli phakade bayabagqitha abakhanyiselwe nguThixo.”