Luke 17:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WAZA wati kubo abadisipile: Akungebe njalo ukuba zingezi izixakaniso; kodwa kwoba nzima kulowo eziza ngaye!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke kubo abafundi, Azinakuba zingezi izikhubekiso;yeha ke, loo mntu ziza ngaye!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke kubo abafundi, Azinakuba zingezi izikhubekiso; yeha ke, loo mntu ziza ngaye!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wathi kubafundi bakhe: “Azinakungehli izinto ezibakhubekisayo abantu; kodwa hayi ilishwa laloo mntu kuza ngaye ukukhubekisa!