Luke 17:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, nxa ebehambela e‐Yerusaleme, wacanda pakati kwe‐Samariya ne‐Galili.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ekuhambeni kwakhe ukuya eYerusalem, wacanda phakathi kwelamaSamariya nelaseGalili yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ekuhambeni kwakhe ukuya eYerusalem, wacanda phakathi kwelaseSamariya nelaseGalili.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ekuhambeni kukaYesu esiya eJerusalem, ucande phakathi kwelamaSamariya nelaseGalili.