Luke 17:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza aku wa bona wati kuwo: Hambani niye nizibonakalise kubaperisite. Kwaza kwati, nxa ebesiya, ahlanjululwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ewabonile ke, wathi kuwo, Hambani niye kuzibonakalalisa kubabingeleli. Kwathi ekuyeni kwawo, ahlanjululwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ewabonile ke, wathi kuwo, Hambani niye kuzibonakalalisa kubabingeleli. Kwathi ke, ekuhambeni kwabo, bahlanjululwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewabonile, wathi kuwo: “Hambani niye kuzibonakalisa kubabingeleli.” Kwathi ke ekuyeni kwawo ahlanjululwa.