Luke 17:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yati ke enye kuwo, yakubona ukuba ipilisiwe, yabuya, imdumisa utixo ngelizwi elikulu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ithe ke enye kuwo apho, yakubona ukuba iphilisiwe, yabuya imzukisa uThixo ngezwi elikhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ithe ke enye kuwo, yakubona ukuba iphilisiwe, yabuya imzukisa uThixo ngezwi elikhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yathi enye kuwo, yakubona ukuba iphilisiwe, yabuya imncoma kakhulu uThixo;