Luke 17:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati kubadisipile: Iya kufika imihla, okuya niya kunqwenela ukubona ube mnye wemihla yonyana wesintu, naningayi kuwubona ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke kubo abafundi, Kuya kufika mihla, niya kunqwenela ngayo ukuwubona noko umnye umhla woNyana woMntu, ningawuboni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke kubo abafundi, Kuya kufika mihla, niya kunqwenela ngayo ukuwubona noko umnye umhla woNyana woMntu, ningawuboni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wathi kubo abafundi: “Kuya kufika imihla eniya kunqwenela ngayo ukubona nokuba mnye umhla wakhe *uNyana woLuntu ningawuboni.