Luke 17:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwotshiwo kuni nokutiwa: Nanku apa; umhlaumbi: Nankuya paya; ize ningemki, ningaputumi kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
baya kuthi ke kuni, Nanku apha! Nankuya phaya! Musani ukuya, ningaphuthumi nokuphuthuma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
baya kuthi ke kuni, Nanku apha; nokuba, yabonani; musani ukubalandela, ningawalandeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baya kuthi kuni: ‘Nankuya phaya! Nanku apha!’ Ze ningayi ke, ningabalandeli nokubalandela;