Luke 17:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zilumkeleni: ukuba ke umzalwana wako uyona ngakuwe, mtetise; nokuba uyaguquka, mxolele:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zilumkeleni; ukuba ke umzalwana wakho uthe wakona, mkhalimele; ukuba uthe waguquka, mxolele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zilumkeleni; ukuba ke umzalwana wakho uthe wakona, mkhalimele; ukuba uthe waguquka, mxolele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zilumkeleni. “Ukuba uwenu uthe wakona, mkhalimele; ke ukuba uthe wazohlwaya, mxolele.