Luke 17:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoba ngokunje ngomhla aya kuvela unyana wesintu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuya kuba kwanjengoko ngemini atyhileka ngayo uNyana woMntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuba kwanjengoko ngemini atyhileka ngayo uNyana woMntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuya kuba njalo kanye ngemini yokubonakala kwakhe uNyana woLuntu.