Luke 17:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bapendula bati kuye: Pina, Nkosi? Wayesiti kubo: Apo ukona umzimba, kulapo aya kubutelana kona amaxalanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baphendula bathi kuye, Phi na, Nkosi? Ithe ke yona kubo, Apho sikhona isidumbu, aya kuhlanganisana khona amaxhalanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baphendula ke bathi kuye, Phi na, Nkosi? Wathi ke kubo, Apho ukhoyo umzimba, aya kuhlanganisana khona amaxhalanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke abafundi baphendula bathi kuYesu: “Phi na, Nkosi?” Yaza ke yathi kubo: “Apho sikhoyo isidumbu kulapho aya kuhlanganisana khona amaxhalanga.”