Luke 17:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ngubanina kuni enesicaka silima, umhlaumbi sisalusa, oya kwandula ukuti kuso, sakungena sivela entsimini: Sondela, uhlale pantsi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngubani na ke kuni, enomkhonzi elima, mhlawumbi esalusa, oya kuthi, akungena evela entsimini, athi kwaoko kuye, Yiza uhlale phantsi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nguwuphi na ke kuni othi, enomkhonzi elima, mhlawumbi esalusa, oya kuthi, akungena evela entsimini, athi kwaoko kuye, Yiza uhlale phantsi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Nguwuphi na kuni onokuthi enesicaka silima okanye sisalusa, kuthi sakufika isicaka sivela emasimini, athi kuso kwangoko: ‘Hlala phantsi, utye’?