Luke 18:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nditi kuni: Wehla lo waya endlwini yake egwetyelwe, ngapezu kwalowa: ngokuba osukuba ezipakamisa, uya kutotywa; kanti ozitobayo, uya kupakanyiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndithi kuni, Wehla lo waya endlwini yakhe, egwetyelwe yena kunalowa; ngokuba wonke umntu oziphakamisayo uva kuthotywa;nozithobayo ke uya kuphakanyiswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndithi kuni, Wehla lo waya endlwini yakhe, egwetyelwe yena kunalowa; ngokuba wonke umntu oziphakamisayo uva kuthotywa; nozithobayo uya kuphakanyiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inene, wagoduka umqokeleli-rhafu lowo elilungisa kuThixo kunomFarasi lowo; kuba kaloku wonke umntu oziphakamisayo uya kuthotywa, nozithobayo uya kuphakanyiswa.”