Luke 18:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU bazisa kuye nentsana, ukuze azicu̔kumise: bati ke abadisipile, bakubona, babatetisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku baye bezisa kuye neentsana zabo, ukuze azichukumise; bebonile ke abafundi, babakhalimela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye ke bezisa kuye neentsana zabo, ukuze azichukumise; bebonile ke abafundi bakhe, babakhalimela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu babesiza neentsana zabo kuYesu ukuze azibeke izandla. Beyibonile loo nto, abafundi babakhalimela.