Luke 18:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yesu akuva oku wati kuye: Inye into esaswelekileyo kuwe: tengisa ngako konke osukuba unako, wabele amahlwempu, wauya kuba nendyebo ezulwini; uze ke, ulandele mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekuvile ke oko uYesu, wathi kuye, Kusekho nto-nye uyisweleyo; zonke izinto onazo thengisa ngazo, wabele amahlwempu; woba nobutyebi ke emazulwini; uze undilandele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekuvile ke oko uYesu, wathi kuye, Kusekho nto-nye uyisweleyo; zonke izinto onazo thengisa ngazo, wabele amahlwempu; woba nobutyebi ke emazulwini; uze ke undilandele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekuvile oko uYesu, wathi kuye: “Kusekho into enye oyisweleyo: zithengise zonke izinto onazo, wabele amahlwempu imali leyo; woba nobutyebi ezulwini; uze kum, ube ngumlandeli wam.”