Luke 18:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yesu, akubona ukuba waba lusizi kakulu, wati: Kungento enqabileyo kangakananina ukuba abo banobutyebi baya kungena ebukumkanini bukatixo!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYesu akumbona ke ebuhlungu kakhulu, wathi, Hayi, ukuba ngenkankulu, ukuthi abo banobutyebi bangene ebukumkanini bukaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYesu akumbona ebuhlungu kakhulu, wathi, Hayi, ukuba ngenkankulu ukuya kungena kwabo banobutyebi ebukumkanini bukaThixo!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu, ekubona ukudana kwakhe, wathi: “Hayi ubunzima bokuba izityebi zikuxhamle ukulawulwa nguThixo.