Luke 18:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kubo: Ngokwenene nditi kuni: Akuko mntu oshiyileyo indlu, umhlaumbi abazali, umhlaumbi abaninawe, umhlaumbi umfazi, umhlaumbi abantwana, ngenxa yobukumkani bukatixo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke yena kubo, Inene, ndithi kuni, Akukho namnye ushiye indlu, nokuba ngabazali, nokuba ngabazalwana, nokuba ngumfazi, nokuba ngabantwana, ngenxa yobukumkani bukaThixo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Inene, ndithi kuni, Akukho namnye ushiye indlu, nokuba ngabazali, nokuba ngabazalwana, nokuba ngumfazi, nokuba ngabantwana, ngenxa yobukumkani bukaThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza uYesu wathi kubo: “Ndithi kuni, inene, akukho namnye ushiye indlu, nokuba ngumfazi, nokuba ngabantakwabo, nokuba ngabazali, nokuba ngabantwana, ngenxa yokufuna ukulawulwa nguThixo,