Luke 18:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza watabatela kuye abalishumi linababini, wati kubo; Bona ke, siyanyukela e‐Yerusaleme, zaziya kufezwa zonke izinto ezimba̔lelweyo unyana wesintu ngabaprofite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ubathabathile abalishumi elinababini, wathi kubo, Niyabona, siyenyuka, siya eYerusalem; zaye ziya kuphelela zonke izinto ezibhaliweyo ngabaprofeti, kuye uNyana woMntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku ubathabathile abalishumi elinababini, wathi kubo, Niyabona, siyenyuka, siya eYerusalem; zaye ziya kuphelela zonke izinto ezibhaliweyo ngabaprofeti, kuye uNyana woMntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uYesu wabathatha abafundi abalishumi elinambini, wathi kubo: “Ngoku ke siyemka, siya eJerusalem. Ke zonke izinto abazibhalayo *abashumayeli ngaye *uNyana woLuntu, ziya kuzaliseka.