Luke 18:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba eya kunikelwa kubaheyideni, ahlekwe, apatwe kakubi, atshicelwe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uya kunikelwa kuzo iintlanga, kudlalwe ngaye, aphathwe kakubi, atshicelwe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uya kunikelwa kuzo iintlanga, kudlalwe ngaye, aphathwe kakubi, atshicelwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNyana woLuntu uya kunikelwa kwabasemzini, kudlalwe ngaye, aphathwe kakubi, atshicelwe.